1 Kronike 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Inani labo bebonke kunye nabantakwabo ababeqeqeshelwe ukuvuma iingoma kuYehova,+ beziingcali bonke,+ lalingamakhulu amabini anamashumi asibhozo anesibhozo.
7 Inani labo bebonke kunye nabantakwabo ababeqeqeshelwe ukuvuma iingoma kuYehova,+ beziingcali bonke,+ lalingamakhulu amabini anamashumi asibhozo anesibhozo.