Duteronomi 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Babingelela kwiidemon, kungekhona kuThixo,+Koothixo ababengabazi,+Kwabatsha abasandula ukufika,+Ababengaqhelananga nabo ookhokho benu. Hezekile 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wathabatha impahla yakho entle yegolide yam neyesilivere yam endakunika yona+ waza wazenzela imifanekiso yamadoda+ wazenza unongogo wayo.+ Hoseya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ndiza kumphendulisa+ ngenxa yemifanekiso kaBhahali+ aqhumisela kuyo umbingelelo,+ xa ezivathise ngomsesane wakhe nesihombo sakhe+ aze aqhubeke esiya kwizithandwa zakhe,+ yaye andilibale mna,’+ utsho uYehova.
17 Babingelela kwiidemon, kungekhona kuThixo,+Koothixo ababengabazi,+Kwabatsha abasandula ukufika,+Ababengaqhelananga nabo ookhokho benu.
17 Wathabatha impahla yakho entle yegolide yam neyesilivere yam endakunika yona+ waza wazenzela imifanekiso yamadoda+ wazenza unongogo wayo.+
13 Yaye ndiza kumphendulisa+ ngenxa yemifanekiso kaBhahali+ aqhumisela kuyo umbingelelo,+ xa ezivathise ngomsesane wakhe nesihombo sakhe+ aze aqhubeke esiya kwizithandwa zakhe,+ yaye andilibale mna,’+ utsho uYehova.