IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+

  • 2 Kronike 24:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ekugqibeleni bamenzela iyelenqe+ bamgibisela ngamatye+ ngokomyalelo kakumkani entendelezweni yendlu kaYehova.

  • Luka 11:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 ukususela kwigazi lika-Abheli+ kude kuse kwigazi likaZekariya,+ owabulawelwa phakathi kwesibingelelo nendlu.’+ Ewe, ndithi kuni, liya kufunwa kwesi sizukulwana.

  • ISityhilelo 16:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 njengoko beliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti,+ nabo ubanike igazi+ ukuba balisele. Kubafanele oko.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share