1 Kumkani 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Wandula ke wabeka iinqwelwana ezintlanu ngasekunene kwendlu, nezintlanu ngasekhohlo kwendlu;+ yaye ulwandle walubeka ngasekunene kwendlu ngasempuma, ukuya ngasezantsi.+
39 Wandula ke wabeka iinqwelwana ezintlanu ngasekunene kwendlu, nezintlanu ngasekhohlo kwendlu;+ yaye ulwandle walubeka ngasekunene kwendlu ngasempuma, ukuya ngasezantsi.+