ABagwebi 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kwathi ngaxa lithile imithi yaya kuthambisa ukumkani phezu kwayo. Ngoko yathi kumthi womnquma,+ ‘Yiba ngukumkani phezu kwethu.’+
8 “Kwathi ngaxa lithile imithi yaya kuthambisa ukumkani phezu kwayo. Ngoko yathi kumthi womnquma,+ ‘Yiba ngukumkani phezu kwethu.’+