2 Kronike 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke yena uAmatsiya, waba nesibindi wakhokela abantu bakhe waya kwiNtlambo yeTyuwa;+ waza wabulala koonyana bakaSehire,+ abalishumi lamawaka.+
11 Ke yena uAmatsiya, waba nesibindi wakhokela abantu bakhe waya kwiNtlambo yeTyuwa;+ waza wabulala koonyana bakaSehire,+ abalishumi lamawaka.+