2 Kronike 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwaxabeleni amaEdom wazisa oothixo+ boonyana bakaSehire yaye wazimisela bona njengoothixo,+ yaye waqubuda kubo,+ waza waqhumisela kubo umbingelelo.+
14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwaxabeleni amaEdom wazisa oothixo+ boonyana bakaSehire yaye wazimisela bona njengoothixo,+ yaye waqubuda kubo,+ waza waqhumisela kubo umbingelelo.+