Eksodus 38:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wenza nesibingelelo somnikelo otshiswayo ngomthi womnga. Ubude baso baba ziikubhite ezintlanu, nobubanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezintathu.+
38 Wenza nesibingelelo somnikelo otshiswayo ngomthi womnga. Ubude baso baba ziikubhite ezintlanu, nobubanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, saba namacala amane alinganayo, ukuphakama kwaso kwaba ziikubhite ezintathu.+