2 Kumkani 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye wathabatha yonke igolide nesilivere nayo yonke impahla eyayifumaneka endlwini kaYehova+ nakubuncwane bendlu kakumkani nabathinjwa wandula wabuyela eSamariya.
14 Yaye wathabatha yonke igolide nesilivere nayo yonke impahla eyayifumaneka endlwini kaYehova+ nakubuncwane bendlu kakumkani nabathinjwa wandula wabuyela eSamariya.