Luka 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Kodwa ndithi kuni niphulaphuleyo, Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nisenza okulungileyo+ kwabo banithiyayo, Roma 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa, “ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela;+ kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.”+
27 “Kodwa ndithi kuni niphulaphuleyo, Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nisenza okulungileyo+ kwabo banithiyayo,
20 Kodwa, “ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela;+ kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.”+