Numeri 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Banduluka oonyana bakaSirayeli bamisa iinkampu ezinkqantosini zamathafa akwaMowabhi+ phesheya kweYordan malunga neYeriko. Yoshuwa 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku iYeriko yayivalwe ngokuqinileyo ngenxa yoonyana bakaSirayeli, kungekho bani uphumayo nabani ungenayo.+
22 Banduluka oonyana bakaSirayeli bamisa iinkampu ezinkqantosini zamathafa akwaMowabhi+ phesheya kweYordan malunga neYeriko.
6 Ke kaloku iYeriko yayivalwe ngokuqinileyo ngenxa yoonyana bakaSirayeli, kungekho bani uphumayo nabani ungenayo.+