2 Kronike 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwaxabeleni amaEdom wazisa oothixo+ boonyana bakaSehire yaye wazimisela bona njengoothixo,+ yaye waqubuda kubo,+ waza waqhumisela kubo umbingelelo.+ Yeremiya 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+
14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwaxabeleni amaEdom wazisa oothixo+ boonyana bakaSehire yaye wazimisela bona njengoothixo,+ yaye waqubuda kubo,+ waza waqhumisela kubo umbingelelo.+
5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+