Habhakuki 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngelo xesha ngokuqinisekileyo luya kukhukula njengomoya yaye luya kudlula luze lube netyala ngokwenene.+ La mandla alo abangelwa nguthixo walo.”+
11 Ngelo xesha ngokuqinisekileyo luya kukhukula njengomoya yaye luya kudlula luze lube netyala ngokwenene.+ La mandla alo abangelwa nguthixo walo.”+