25 Lwalumi phezu kweenkunzi zeenkomo ezilishumi elinesibini,+ ezintathu zijonge ngasentla, nezintathu zijonge ngasentshona, ezintathu zijonge ngasezantsi, ezintathu zijonge ngasempuma; yaye ulwandle lwalungasentla phezu kwazo, kwaye imiva yazo zonke yayijonge ngasesazulwini.+