1 Kronike 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya; 1 Kronike 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Koonyana baka-Asafu, yayinguZakure noYosefu+ noNetaniya noAsharela,+ oonyana baka-Asafu ababephantsi kolawulo luka-Asafu+ owayeprofeta ngaphantsi kolawulo lukakumkani.
17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya;
2 Koonyana baka-Asafu, yayinguZakure noYosefu+ noNetaniya noAsharela,+ oonyana baka-Asafu ababephantsi kolawulo luka-Asafu+ owayeprofeta ngaphantsi kolawulo lukakumkani.