IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 37:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wasaleka ngegolide esulungekileyo, umphezulu waso namacala aso onke neempondo zaso, waza wasijikeleza ngomphetho wegolide.+

  • 1 Kumkani 7:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa,

  • 2 Kronike 26:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+

  • ISityhilelo 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share