Eksodus 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wahlabela mgama uMoses esithi: “Zimiseleni namhlanje kuYehova,+ ukuba ngamnye wenu achase unyana wakhe nomntakwabo,+ ukuze anijizeke ngentsikelelo namhlanje.”+ Levitikus 8:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye nize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana imihla esixhenxe,+ kude kube ngumhla wokuzaliseka kwemihla yokumiselwa kwenu, kuba kuya kuthabatha imihla esixhenxe ukumiselwa kwenu.+ Levitikus 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Umbingeleli oya kuthanjiswa+ aze amiselwe njengombingeleli+ esikhundleni+ sikayise umele acamagushele aze ambathe nezambatho zelinen.+ Zizambatho ezingcwele ezo.+
29 Wahlabela mgama uMoses esithi: “Zimiseleni namhlanje kuYehova,+ ukuba ngamnye wenu achase unyana wakhe nomntakwabo,+ ukuze anijizeke ngentsikelelo namhlanje.”+
33 Yaye nize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana imihla esixhenxe,+ kude kube ngumhla wokuzaliseka kwemihla yokumiselwa kwenu, kuba kuya kuthabatha imihla esixhenxe ukumiselwa kwenu.+
32 “Umbingeleli oya kuthanjiswa+ aze amiselwe njengombingeleli+ esikhundleni+ sikayise umele acamagushele aze ambathe nezambatho zelinen.+ Zizambatho ezingcwele ezo.+