Levitikus 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli,+ uthi kubo, ‘Ukuba kwenzekile umntu kuni wasondeza kuYehova umnikelo wesilwanyana sasekhaya, nowusondeza umnikelo lowo wenu niwuthabatha emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu.
2 “Thetha koonyana bakaSirayeli,+ uthi kubo, ‘Ukuba kwenzekile umntu kuni wasondeza kuYehova umnikelo wesilwanyana sasekhaya, nowusondeza umnikelo lowo wenu niwuthabatha emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu.