IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 8:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emva koko baya kungena abaLevi ukuze bakhonze ententeni yokuhlangana.+ Ngoko ke umele ubahlambulule uze ubatshangazise njengomnikelo otshangatshangiswayo.+

  • Numeri 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndiya kubanikela abaLevi njengabanikelweyo kuAron noonyana bakhe phakathi koonyana bakaSirayeli,+ ukuba baphumeze inkonzo yoonyana bakaSirayeli ententeni yokuhlangana+ nokuba babacamagushele oonyana bakaSirayeli ukuze kungabikho sibetho phakathi koonyana bakaSirayeli+ ngenxa yokusondela koonyana bakaSirayeli endaweni engcwele.”

  • Numeri 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye abazalwana bakho besizwe sakwaLevi, isizwana sikayihlo, ndawonye nawe, uze ubasondeze, banamathele kuwe ukuze bakulungiselele,+ wena noonyana bakho abakunye nawe, phambi kwentente yeSingqino.+

  • Numeri 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Mna ke, khangela! ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli,+ baba sisipho kuni,+ njengoko benikelwe kuYehova ukuze baphumeze inkonzo ententeni yokuhlangana.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share