2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ IZenzo 17:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko, bakuva ngovuko lwabafileyo, bambi baqalisa ukwenza intlekisa,+ ngoxa abanye bathi: “Siza kukuva ngale nto nangelinye ixesha.”
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
32 Ngoko, bakuva ngovuko lwabafileyo, bambi baqalisa ukwenza intlekisa,+ ngoxa abanye bathi: “Siza kukuva ngale nto nangelinye ixesha.”