Yeremiya 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+ 1 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+
39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+
10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+