Duteronomi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa. INtshumayeli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndithi: “Gcina umyalelo wokumkani,+ ngenxa yesifungo sikaThixo.+ 1 Tesalonika 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba niyayazi imiyalelo+ esaninika yona ngeNkosi uYesu.
5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.