2 Kronike 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele (kuba bonke ababingeleli abafumanekayo, bona babezingcwalisile+—kwakungekho mfuneko yokugcina izahlulo);+ 2 Kronike 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bandula bahlanganisa ndawonye abazalwana babo bazingcwalisa+ benza ngokomyalelo kakumkani elizwini+ likaYehova, ukuba bahlambulule+ indlu kaYehova.
11 Yaye kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele (kuba bonke ababingeleli abafumanekayo, bona babezingcwalisile+—kwakungekho mfuneko yokugcina izahlulo);+
15 Bandula bahlanganisa ndawonye abazalwana babo bazingcwalisa+ benza ngokomyalelo kakumkani elizwini+ likaYehova, ukuba bahlambulule+ indlu kaYehova.