IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 26:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Emva koko uIsake waqalisa ukuhlwayela imbewu kwelo lizwe,+ yaye wazuza ngaloo nyaka imilinganiselo ephindwe kalikhulu,+ njengoko uYehova wayemsikelela.+

  • Levitikus 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 ndothi ke ndiyiyalele intsikelelo yam ukuba ibe kuni ngonyaka wesithandathu, ize inivelisele izilimo zeminyaka emithathu.+

  • IMizekeliso 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share