1 Kronike 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe.
9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe.