2 Kronike 30:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngaphezu koko, uHezekiya wathetha kubo+ bonke abaLevi ababenengqiqo yokuqonda okulungileyo kuYehova.+ Badla itheko elimiselweyo iintsuku ezisixhenxe,+ bebingelela imibingelelo yobudlelane+ besenza novumo+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo. Isaya 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+
22 Ngaphezu koko, uHezekiya wathetha kubo+ bonke abaLevi ababenengqiqo yokuqonda okulungileyo kuYehova.+ Badla itheko elimiselweyo iintsuku ezisixhenxe,+ bebingelela imibingelelo yobudlelane+ besenza novumo+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo.
2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+