2 Kumkani 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 URabheshake waqhubeka emile yaye ememeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda;+ kwaye wahlabela mgama wathetha wenjenje: “Liveni ilizwi lokumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya. Isaya 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 URabheshake waqhubeka emile+ waza wamemeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda,+ wahlabela mgama wathi: “Yivani amazwi kakumkani omkhulu, ukumkani waseAsiriya.+
28 URabheshake waqhubeka emile yaye ememeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda;+ kwaye wahlabela mgama wathetha wenjenje: “Liveni ilizwi lokumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya.
13 URabheshake waqhubeka emile+ waza wamemeza ngelizwi elikhulu ngolwimi lwamaYuda,+ wahlabela mgama wathi: “Yivani amazwi kakumkani omkhulu, ukumkani waseAsiriya.+