2 Kumkani 19:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kwathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ Yaye uEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. Isaya 37:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
37 Kwathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ Yaye uEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.