INdumiso 18:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Uyandisindisa kwiintshaba zam ezinomsindo;+Uya kundiphakamisa ngaphezu kwabo bandivukelayo,+Uya kundihlangula kwindoda yogonyamelo.+
48 Uyandisindisa kwiintshaba zam ezinomsindo;+Uya kundiphakamisa ngaphezu kwabo bandivukelayo,+Uya kundihlangula kwindoda yogonyamelo.+