INdumiso 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nikela ingqalelo kwisandi sokukhalela kwam uncedo,+Kumkani wam+ noThixo wam, ngenxa yokuba ndithandaza kuwe.+ Isaya 38:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHezekiya waguquka wakhangela eludongeni,+ wathandaza kuYehova+ Filipi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+
2 Nikela ingqalelo kwisandi sokukhalela kwam uncedo,+Kumkani wam+ noThixo wam, ngenxa yokuba ndithandaza kuwe.+
6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+