Yoshuwa 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+ INdumiso 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+
8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+
3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+