ABagwebi 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi: “AmaFilisti aphezu kwakho, Samson!” Koko wavuka ebuthongweni bakhe waza wathi: “Ndiya kuphuma njengamanye amaxesha+ ndize ndizivuthulule ndikhululeke.” Yaye yena wayengazi ukuba nguYehova owayemkile kuye.+ 1 Korinte 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.
20 Ngoko wathi: “AmaFilisti aphezu kwakho, Samson!” Koko wavuka ebuthongweni bakhe waza wathi: “Ndiya kuphuma njengamanye amaxesha+ ndize ndizivuthulule ndikhululeke.” Yaye yena wayengazi ukuba nguYehova owayemkile kuye.+
13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.