2 Kumkani 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+
2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+