IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 laya lanqula thixo bambi laqubuda kubo okanye laqubuda elangeni okanye enyangeni okanye kumkhosi wonke wamazulu,+ nto leyo endingayiyalelanga,+

  • 2 Kumkani 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wabasusa emsebenzini ababingeleli boothixo basemzini, abo babebekwe ngookumkani bakwaYuda ukuze baqhumise umbingelelo kwiindawo eziphakamileyo kwizixeko zakwaYuda nakwimimandla engqonge iYerusalem, nabo babeqhumisa umbingelelo kuBhahali,+ elangeni nasenyangeni nakumakroza ezulu nakuwo wonke umkhosi wamazulu.+

  • Yeremiya 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye okunene baya kuwaneka elangeni nasenyangeni nakuwo wonke umkhosi wamazulu ababewuthanda nabawukhonzileyo nabawulandeleyo+ nabaqubude kuwo.+ Akayi kuhlanganiswa, engayi kungcwatywa. Aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share