1 Kronike 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya, 1 Kronike 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 neemvumi uHeman,+ uAsafu+ noEtan, benamacangci obhedu ukuze bawakhalise ngokuvakalayo;+
39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya,