2 Kumkani 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa abantu belo lizwe babaxabela bonke abo babemenzele iyelenqe+ uKumkani uAmon. Bandula abantu belo lizwe benza uYosiya+ unyana wakhe ukumkani esikhundleni sakhe.
24 Kodwa abantu belo lizwe babaxabela bonke abo babemenzele iyelenqe+ uKumkani uAmon. Bandula abantu belo lizwe benza uYosiya+ unyana wakhe ukumkani esikhundleni sakhe.