1 Kronike 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye aba ngabo babefeza inkonzo noonyana babo: Koonyana bamaKohati yayinguHeman+ imvumi, unyana kaYoweli,+ unyana kaSamuweli,+ 1 Kronike 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya; 1 Kronike 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke aba babephantsi kolawulo lukayise ekuvumeni endlwini kaYehova, ngamacangci,+ imirhubhe+ nangeehadi+ zenkonzo yendlu kaTHIXO oyinyaniso. Ngaphantsi kolawulo lukakumkani yayinguAsafu noYedutun noHeman.+
33 Yaye aba ngabo babefeza inkonzo noonyana babo: Koonyana bamaKohati yayinguHeman+ imvumi, unyana kaYoweli,+ unyana kaSamuweli,+
17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya;
6 Bonke aba babephantsi kolawulo lukayise ekuvumeni endlwini kaYehova, ngamacangci,+ imirhubhe+ nangeehadi+ zenkonzo yendlu kaTHIXO oyinyaniso. Ngaphantsi kolawulo lukakumkani yayinguAsafu noYedutun noHeman.+