5 Ngoko wathi uDavide: “USolomon unyana wam uselula yaye ubuthathaka,+ indlu emele yakhelwe uYehova imele ibe nobungangamela+ ngokugqwesileyo+ yaye imele ibe nomahluko, ibe ntle kakhulu kuwo onke amazwe. Ke ngoko, mandimlungiselele.” Ngoko ke uDavide wamlungiselela kakhulu ngaphambi kokuba afe.+