1 Kronike 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 noShebhaniya noYoshafati noNetaneli noAmasayi noZekariya noBhenaya noEliyezere ababingeleli bekhalisa amaxilongo+ ngokuvakalayo ngaphambi kwetyeya yoTHIXO oyinyaniso, no-Obhedi-edom noYehiya abagcini-masango eTyeya.
24 noShebhaniya noYoshafati noNetaneli noAmasayi noZekariya noBhenaya noEliyezere ababingeleli bekhalisa amaxilongo+ ngokuvakalayo ngaphambi kwetyeya yoTHIXO oyinyaniso, no-Obhedi-edom noYehiya abagcini-masango eTyeya.