IZenzo 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kokutyhutyha ezo nxalenye nokukhuthaza abo babelapho ngamazwi amaninzi,+ weza eGrisi. Hebhere 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+ 1 Petros 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 NgoSilvano,+ endimgqala njengomzalwana othembekileyo, ndinibhalele ngamazwi ambalwa,+ ndinikhuthaza, ndinikela nobungqina bokuba ngokwenene obu bububele obungasifanelanga bukaThixo; yimani niqinile kubo.+
25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+
12 NgoSilvano,+ endimgqala njengomzalwana othembekileyo, ndinibhalele ngamazwi ambalwa,+ ndinikhuthaza, ndinikela nobungqina bokuba ngokwenene obu bububele obungasifanelanga bukaThixo; yimani niqinile kubo.+