24 Kuba uHezekiya ukumkani wakwaYuda wanikela+ ngenxa yebandla iinkunzi zeenkomo eziliwaka nezimvu ezingamawaka asixhenxe, neenkosana+ zanikela ngenxa yebandla iwaka leenkunzi zeenkomo neshumi lamawaka ezimvu; ababingeleli+ baqhubeka bezingcwalisa ngenani elininzi.