Levitikus 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Liya kwandula ke ithole elo eliyinkunzi yenkomo lixhelwe phambi koYehova; baze oonyana baka-Aron, ababingeleli,+ balisondeze igazi, bafefe ngegazi elo bajikeleze isibingelelo,+ esisemnyangweni wentente yokuhlangana. 2 Kronike 29:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Baxhela+ iinkomo baza ababingeleli bamkela igazi+ bafefa+ ngalo phezu kwesibingelelo; emva koko baxhela iinkunzi zegusha+ bafefa ngegazi+ phezu kwesibingelelo, baza baxhela neenkunzi zemvana bafefa ngegazi phezu kwesibingelelo. 2 Kronike 30:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baqhubeka bemi+ endaweni yabo ngokommiselo wabo, ngokomthetho kaMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso, ababingeleli+ bafefa igazi abalamkela esandleni sabaLevi. Hebhere 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza ngokunjalo wafefa nentente+ nazo zonke izitya zenkonzo kawonke-wonke ngegazi elo.+
5 “‘Liya kwandula ke ithole elo eliyinkunzi yenkomo lixhelwe phambi koYehova; baze oonyana baka-Aron, ababingeleli,+ balisondeze igazi, bafefe ngegazi elo bajikeleze isibingelelo,+ esisemnyangweni wentente yokuhlangana.
22 Baxhela+ iinkomo baza ababingeleli bamkela igazi+ bafefa+ ngalo phezu kwesibingelelo; emva koko baxhela iinkunzi zegusha+ bafefa ngegazi+ phezu kwesibingelelo, baza baxhela neenkunzi zemvana bafefa ngegazi phezu kwesibingelelo.
16 Baqhubeka bemi+ endaweni yabo ngokommiselo wabo, ngokomthetho kaMoses umntu kaTHIXO oyinyaniso, ababingeleli+ bafefa igazi abalamkela esandleni sabaLevi.