1 Kumkani 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wahlabela mgama wathi: “Makabongwe uYehova+ uTHIXO kaSirayeli, owathetha ngomlomo wakhe noDavide+ ubawo kwaye ngesandla sakhe uye wazalisekisa,+ esithi, Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
15 Yaye wahlabela mgama wathi: “Makabongwe uYehova+ uTHIXO kaSirayeli, owathetha ngomlomo wakhe noDavide+ ubawo kwaye ngesandla sakhe uye wazalisekisa,+ esithi,
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+