1 Kronike 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli. Hebhere 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+
5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.
8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+