1 Kumkani 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uThixo wahlabela mgama wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele le nto kwaye ungazicelelanga imihla emininzi okanye ubutyebi+ okanye umphefumlo weentshaba zakho, yaye uzicelele ukuqonda ukuze uve amatyala,+
11 Yaye uThixo wahlabela mgama wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele le nto kwaye ungazicelelanga imihla emininzi okanye ubutyebi+ okanye umphefumlo weentshaba zakho, yaye uzicelele ukuqonda ukuze uve amatyala,+