Yakobi 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UEliya wayengumntu oneemvakalelo ezinjengezethu,+ ukanti wathandazela ukuba kungani mvula;+ yaye akuzange kune emhlabeni iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu.
17 UEliya wayengumntu oneemvakalelo ezinjengezethu,+ ukanti wathandazela ukuba kungani mvula;+ yaye akuzange kune emhlabeni iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu.