1 Kumkani 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 nawuphi na umthandazo,+ nasiphi na isicelo sobabalo+ esinokubakho kuye nawuphi na umntu kubo bonke abantu bakho amaSirayeli,+ ngenxa yokuba ngamnye uyasazi isibetho sentliziyo yakhe,+ baze bazolulele kule ndlu izandla zabo,+
38 nawuphi na umthandazo,+ nasiphi na isicelo sobabalo+ esinokubakho kuye nawuphi na umntu kubo bonke abantu bakho amaSirayeli,+ ngenxa yokuba ngamnye uyasazi isibetho sentliziyo yakhe,+ baze bazolulele kule ndlu izandla zabo,+