2 Kronike 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku aya kuvuleka amehlo am+ neendlebe zam+ ziwuphulaphule umthandazo kule ndawo. 2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ INdumiso 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu. INdumiso 34:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo kaYehova akumalungisa,+Neendlebe zakhe zibhekiswe ekukhaleleni kwawo uncedo.+ Isaya 37:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Thoba indlebe yakho, Yehova, uve.+ Vula amehlo akho,+ Yehova, ubone, uweve onke amazwi athunyelwe nguSenaribhe+ ukuze angcikive uTHIXO ophilayo.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.
17 Thoba indlebe yakho, Yehova, uve.+ Vula amehlo akho,+ Yehova, ubone, uweve onke amazwi athunyelwe nguSenaribhe+ ukuze angcikive uTHIXO ophilayo.+