1 Kumkani 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+
24 Noko ke, intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ yaya kweyayo indlu awayeyakhele yona. Kungoko awathi wakha iSiganga.+