IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba ukumkani wayenomkhosi weenqanawa zaseTarshishe+ elwandle kunye nomkhosi weenqanawa zikaHiram. Kanye kwiminyaka emithathu umkhosi weenqanawa zaseTarshishe wawufika uthwele igolide+ nesilivere, uphondo lwendlovu,+ neenkawu neepikoko.

  • 2 Kronike 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaye uHiram+ wathumela rhoqo kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa nabakhonzi ababenolwazi ngolwandle,+ babesiza nabakhonzi bakaSolomon eOfire+ baze apho bathabathe iitalente+ ezingamakhulu amane namashumi amahlanu egolide+ bazizise kuKumkani uSolomon.+

  • INdumiso 72:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—

      Baya kuhlawula unikelo.+

      Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—

      Baya kunikela isipho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share